Psalms 19:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Iziteto zomlomo wam, nezicamango zentliziyo yam, mazitandeke ebusweni bako, Yehova, Liwa lam nomkululi wam!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makakholeke amazwi omlomo wam, nezicamango zentliziyo yam, Phambi kwakho, Yehova, liwa lam, mkhululi wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makakholeke amazwi omlomo wam, nezicamango zentliziyo yam, emehlweni akho, Yehova, mandla am, Msindisi wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngamana angamkeleka kuwe, Ndikhoyo, amazwi am neengcamango zentliziyo yam, wena mkhuseli wam nomkhululi wam.