Psalms 2:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndoshumayela ummiso ke. Wati uyehova kum: Ungunyana wam wena, ndikuzele namhla nje.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi yena, Ndiya kuwuvakalisa ummiselo: UYehova uthe kum, UnguNyana wam wena; Mna namhla ndikuzele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuwuvakalisa umgwebo: uYehova uthe kum, UnguNyana wam wena; namhlanje ndikwazisile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, ndivakalisa isibhengezo sikaNdikhoyo esithi: “Ungunyana wam wena; ndikuzele namhlanje.