Psalms 20:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
akunike njengokusentliziyweni yako, nalo lonke icebo lako alizalisekise!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakunika ngokwentliziyo yakho, Walizalisa lonke icebo lakho!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nikela intliziyo yakho, Uwafeze onke amacebo akho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wanga angakunika umnqweno wentliziyo yakho, aziphumelelise zonk' iinquleqhu zakho.