Psalms 21:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Isixakato sabo uya kusitshabalalisa wena kwa semhlabeni, nenzalo yabo kwa kubo onyana babantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kusitshabalalisa isiqhamo sabo emhlabeni, Imbewu yabo koonyana babantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wositshabalalisa isiqhamo sabo emhlabeni, nabantwana babo phakathi koonyana babantu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kuyiphelisa inzala yabo ehlabathini, bangabikho abantwana babo phakathi kwabantu.