Psalms 21:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ukumkani etembela kuyehova: nangabo ububele bopezu konke akayi kushukunyiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ukumkani ukholose ngoYehova, Ngenceba yOsenyangweni akayi kushukunyiswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ukumkani ukholose ngoYehova, ngenxa yenceba yOsenyangweni akayi kushukunyiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ukumkani uthembele ngoPhezukonke, yaye ngenxa yenceba kaNdikhoyo uya kuhlal' engukumkani.