Psalms 21:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Isandla sako sofumana zonke intshaba zako; esokunene sako sofumana abatiyi bako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isandla sakho siya kuzifumana zonke iintshaba zakho, Esokunene sakho siya kubafumana abakuthiyayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Isandla sakho siya kubamba zonke iintshaba zakho; isandla sakho sokunene siya kubafumana abakuthiyayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zonk' iintshaba zakho uya kuzibhaqa; uya kubafumana bonk' abakuthiyileyo.