Psalms 22:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
TIXO wam, Tixo wam! undishiyile nganina? ukude nganina ekusizweni kwam, na semazwini okukala kwam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kumongameli: ngeyelexhama lesifingo. Umhobe kaDavide.Thixo wam, Thixo wam, undilahleleni na? Ukude ngani na ekusindisweni kwam, nasemazwini okubonga kwam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kumongameli. Umhobe kaDavide. Thixo wam, Thixo wam, undishiye ngani na? Yini na ukuba ude ungandincedi, uthethe ngokubhonga kwam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Thixo wam, Thixo wam, undishiyeleni na? Kudala ndizigixa, ndicel' uncedo, kodwa andikalufumani unangoku!