Psalms 22:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bendilahlelwe kuwe kwa sesizalweni; ungutixo wam kwa sesiswini sikama̔.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndalahlelwa kuwe kwasesizalweni; Kwasembilinini kama ubunguThixo wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ndilahlwe kuwe kwasesizalweni sikama; Wena unguThixo wam kwasesizalweni sikama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndahlulelwa wena kwasekuzalweni kwam; ubunguThixo wam wena ndingekazalwa.