Psalms 22:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwoba ngawe ukubonga kwam entlanganisweni enkulu; izibambiso zam ndozifeza ebusweni babamoyikayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ivela kuwe indumiso yam ebandleni elikhulu;Nezibhambathiso zam ndiya kuzizalisa phambi kwabamoyikayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indumiso yam ibe kuwe ebandleni elikhulu, Nezibhambathiso zam ndiya kuzizalisa phambi kwabamoyikayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kukubonga esidlangalaleni, ngenxa yezinto ondenzele zona; ndowafezekisa amadinga endawenzayo, phambi kwebandla lâbo bakuthobelayo.