Psalms 22:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ubukumkani bo bukayehova: nguye umpatibukosi pakati kwezizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba bobukaYehova ubukumkani, Nguye umlawuli ezintlangeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ubukumkani bobukaYehova, yaye nguye umlawuli weentlanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku nguNdikhoyo ukumkani; nguye umlawuli weentlanga zonke.