Psalms 22:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwobako inzalo emkonzayo: kwobaliswa ngenkosi esizukulwaneni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Imbewu iya kumkhonza; Kuya kubaliselwa isizukulwana ngayo iNkosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Imbewu iya kumkhonza; uYehova uya kubalelwa kwesinye isizukulwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izizukulwana ziya kumkhonza, ooyise babalisele abazukulwana ngoNdikhoyo.