Psalms 22:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baya kuza, bashumayele ubulungisa bake ebantwini a baya kuzalwa, ukuba wenzile oku.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kuza baxele ubulungisa bayo Kubantu abaza kuzalwa, ukuba oko ukwenzile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kuza baxele ubulungisa bayo Kubantu abaza kuzalwa, ukuba nguye owenze oko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, nâbo bangekazalwa boxelelwa ukuba uNdikhoyo wabasindisa abantu bakhe.