Psalms 22:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bonke abandibonayo bayandihleka; bawakamisa umlomo, bahlunguzela intloko, besiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abandibonayo bayandigculela; Bayasineka, bahlunguzela intloko;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke abandibonayo bayandihleka; bakhupha imilomo yabo, bahlunguzela iintloko zabo, bathi:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonk' abandibonayo bayandigxwala; bandinyevulele, bahlunguzelis' intloko besithi: