Psalms 23:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakuba ndihamba emfuleni wesitunzi sokufa, andiyi kwoyika bubi, ngokuba wena unam; intonga yako nomsimelelo wako zona ziyandonwabisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nokuba ndihamba emfuleni wethunzi lokufa, Andiyi koyika bubi, ngokuba unam wena; Intonga yakho, umsimelelo wakho, uyandithuthuzela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nokuba ndihamba emfuleni wethunzi lokufa, Andiyi koyika bubi, ngokuba unam wena; Intonga yakho nomsimelelo wakho ziyandithuthuzela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke, nokuba ndihamba kwiingxondorha ezimnyama, andinadyudyu. Kaloku ungakum, wena Ndikhoyo; isagweba sakho nebhunguza lakho lixhadi lam.