Psalms 24:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngubanina yena lokumkani wobungcwalisa? nguyehova wemikosi: nguye ukumkani wobungcwalisa. Sela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngubani na ke yena uKumkani wozuko? NguYehova wemikhosi, Nguye lo Kumkani wozuko. (Phakamisani.)
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngubani na lo kumkani ubekekileyo? uNdikhoyo wemikhosi nguNdikhoyo onamandla onke. Sela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngubani loo Ngangalala yoKumkani? NguNdikhoyo onamandla onke; nguye uKumkani, nguye iNgangalala.