Psalms 24:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yena uya kwamkela itamsanqa kuyehova, nobulungisa kutixo wosindiswa lwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kwamkela intsikelelo kuYehova, Nobulungisa kuThixo ongumsindisi wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kufumana intsikelelo kaYehova, nokusesikweni kuThixo wosindiso lwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kumthamsanqela uNdikhoyo, kuye kube chosi, kube hele, kuba nguThixo umkhululi wakhe.