Psalms 25:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lowamntu umoyikayo uyehova nguwupina? uya kumbonisa ngendlela aya kuyiqasha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngubani na ke umntu omoyikayo uYehova? Womyalela indlela aya kuyinyula.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngubani na ke lo mntu woyika uYehova? uya kumfundisa ngokwendlela ayinyulileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo uya kumbonisa indlela umntu omoyikayo.