Psalms 25:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo makungabiko odaniswayo kwabakangela kuwe: makudaniswe abo benzayo ngobuxoki kungeko tuba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ewe, bonke abo bakuthembayo abayi kudana; Kuya kudana abo banginiza ngelize.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ewe, makungabikho namnye uneentloni ngaye okulindeleyo; ihlazo kwabo benza ubugwenxa ngaphandle kwesizathu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, mabangadani bonk' abathembele kuwe; mayibe ngâbo banxaxhayo amabadane.