Psalms 26:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andihlalanga nabantu abangendawo; andiyi kungena nabo bahanahanisayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Andihlali namadoda akhohlakeleyo, Andihambi nabanyhwalazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Andihlali namadoda akhohlakeleyo, Andihambi nabakhohlisi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andinanto yakwenza namamenemene, ndaye ndingenabudlelwana nabakhohlisi.