Psalms 27:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
UYEHOVA ulukanyo lwam nosindiso lwam, ndiya kwoyika banina? uyehova ungamandla obomi bam, ndiya kungcangcazela ngobanina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
EkaDavide. NguYehova umkhanyiseli wam nomsindisi wam, ndiya koyika bani na? NguYehova inqaba yobomi bam, ndiya kunkwantya ngabani na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
(Indumiso kaDavide.) uYehova kukukhanya kwam nomsindisi wam; ndiya koyika bani na? NguYehova inqaba yobomi bam; Ndizakoyika bani?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*InguNdikhoyo nje ondikhanyiselayo, inguye nje ondisindisayo, ndingoyika ntoni? InguNdikhoyo nje inqaba yam, ndingoyika bani?