Psalms 27:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndishiyiwe ngubawo nanguma̔; kodwa uyehova wondamkela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ubawo noma bandishiyile, Wesuka uYehova wandichola.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ubawo noma bandishiyile, Wondithabatha uYehova;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ndilahlwe ngubawo noma, wondichola yena uNdikhoyo.