Psalms 28:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zungandikukulisi nabakohlakeleyo, nabenzi bokungendawo, abatetayo uxolo kubamelwane babo, kanti bububi obusezintliziyweni zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musa ukundiqweqwedisa nabangendawo, Nabenzi bobutshinga;Abathetha uxolo kummelwane wabo, Benobubi ezintliziyweni zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukundihambisa kunye nabangendawo, nabangendawo, abathetha uxolo kummelwane wabo, kanti intliziyo yabo inenkohliso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uzungandisingeli phantsi kunye nabantw' abagwenxa, abantw' abenza okungcolileyo, abathetha kamnandi nabamelwane, kanti bagush' ububi.