Psalms 28:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova ungamandla abo; uyinqaba yosindiso yomtanjiswa wake yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova ungamandla kubo; Uligwiba losindiso kumthanjiswa wakhe yena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova uligwiba labo, uyingxonde yomthanjiswa wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
NguNdikhoyo obomelezayo abantu bakhe; nguye omkhuselayo nomsindisayo umthanjiswa wakhe.