Psalms 30:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NDOKUPAKAMISA, Yehova! ngokuba undinyusele pezulu, nentshaba zam ungazivuyisanga ngam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umhobe: ingoma yokusungulwa kwayo indlu. EkaDavide. Ndiya kukuphakamisa, Yehova, kuba undirholile wandinyusa, Akwazivuyisa iintshaba zam ngam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
EkaDavide. EkaDavide. Ndiya kubulela kuwe, Yehova; Ngokuba undirhole, Akwazivumela iintshaba zam ukuba zindivuyelele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndokudumisa, Ndikhoyo, kuba undisindisile, akwavuma ukuba zindivuyelel' iintshaba zam.