Psalms 30:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze ingcwalisa yam icule kuwe, ingati tu. Yehova, Tixo wam! ndiya kubulela kuwe kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuze uzuko lwam luvume ngawe, lungathi cwaka. Yehova, Thixo wam, ndiya kubulela kuwe ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lude uzuko lwam luvume uzuko lwakho, lungathi cwaka. Yehova, Thixo wam, ndiya kubulela kuwe ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mandikubonge ndingayeki, Thixo wam; ewe, ndikubonge kude kube ngunaphakade, Ndikhoyo!