Psalms 30:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba engumzuzwanyana kodwa engqunjeni yake; kuko ukudliwa kwobomi embukweni yake: ngokuhlwa kungalalisa ukulila, kodwa kwakusa kufika ukugcoba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba yinto yephanyazo umsindo wakhe, Itarhu lakhe liyinto yobomi; Ngokuhlwa kulalisa ukulila, Kusasa kubakho ukumemelela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba yinto yephanyazo umsindo wakhe; Ngobabalo lwakhe kukho ubomi: Ukulila kuhleli ubusuku bunye, Kusasa luvuyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku yeyomzuzwana ingqumbo yakhe; ukanti buhlala buhlel' ububele bakhe. Ewe, zibakho zon' iinzingo ebusuku, kodwa kusasa kuba yimincili yodwa.