Psalms 31:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uliliwa lam nenqaba yam; zuti ngoko, ngenxa yegama lako, undikape, undikokele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ingxondorha yam nemboniselo yam nguwe; Ngenxa yegama lakho uya kundikhapha undithundeze.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ingxondorha yam nemboniselo yam nguwe; ke ngenxa yegama lakho, ndikhokele, ndikhokele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, nguwe inqaba yam nekhusi lam; ndikhokele, undithundeze, lidunyiswe igama lakho.