Psalms 31:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya kuvuya ndigcobe ngobubele bako: ngokuba ububonileyo ubunzima bam; uzazile imbandezelwa zompefumlo wam;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kugcoba ndivuye ngenceba yakho, Ngenxa enokuba uzibonile iintsizi zam, Wazazi iingxingongo zomphefumlo wam;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuba nemihlali ndigcobe ngenxa yobubele bakho bothando, ngenxa yokuba ukubonile ukubandezeleka kwam; Uyazi ukuba umphefumlo wam usengxakini;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndovuya, ndigcobe ngenxa yezibele zothando lwakho, kuba uyibonile inkxwaleko yam, wakugqala nokungcungcutheka kwam.