Psalms 32:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenxa yoku kwotandaza kuwe bonke ababedeshayo, ngexesha ongafunyanwa ngalo: ngahlekana emsingeni wamanzi amaninzi akayi kusondela kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoko mabathandaze kuwe bonke abenceba ngexesha lokukufumana; Inene, ekukhukuleni kwamanzi amaninzi Akayi kufika kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngako oko, onke amalungisa aya kuthandaza kuwe ngexesha lokufunyanwa kwakho; Ewe, emijelweni yamanzi amaninzi, ayisayi kufika kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yiyo ke loo nto bazibikayo xa kunzima abo banyanisekileyo, kuba ukufika komsinga abayi kugutyungelwa.