Psalms 33:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova uyakangela esezulwini; uyabona bonke onyana boluntu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uqondele esemazulwini uYehova; Uyababona bonke oonyana babantu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova uqondele esemazulwini; uyababona bonke abantwana babantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wondela phantsi uNdikhoyo esezulwini, ababone bonke oonyana babantu.