Psalms 33:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyadala zonke intliziyo zabo kunye; uyagqala zonke izenzo zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ulobumba ngakunye intliziyo yabo, Uloqonda zonke izenzo zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyayikholisa intliziyo yabo; Ubona zonke izenzo zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zidalwe nguye iintliziyo zabo; uyazazi zonke izinto abazenzayo.