Psalms 34:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ubuso bukayehova bungakubo abenzi benkohlakalo, ukuze kunqanyulwe ukukunjulwa kwabo emhlabeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubuso bukaYehova bujonge abenzi bokubi, Ukuba akunqumle ehlabathini ukukhunjulwa kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubuso bukaYehova bujonge abenzi bokubi, ukuba akuphelise ehlabathini ukukhunjulwa kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa ubafulathele abenzi bobubi, abaphanzise bangabi sakhunjulwa emhlabeni.