Psalms 34:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zininzi intsizi zolungileyo, kodwa kuzo zona zonke uyehova uyamkulula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Buninzi ububi obulihlelayo ilungisa, Ke uYehova ulihlangula kubo bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zininzi iimbandezelo zelungisa, kodwa uYehova uyalihlangula kuzo zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zininzi iingxaki ezivelela ilungisa, kodwa uyalikhulula kuzo zonke uNdikhoyo;