Psalms 35:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
PIKA wena, Yehova! nabo bapika nam; yilwa wena nabo balwayo nam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
EkaDavide. Bambana, Yehova, nababambana nam. Yilwa nabalwa nam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
(Indumiso kaDavide.) Yehova, babambene nababambene nam, Ulwe nababambana nam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*Ndikhoyo, ndilamlele kwabo bandivuyelelayo, undilwele kwabo balwa nam.