Psalms 35:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndobulela kuwe entlanganisweni enkulu; ndokudumisa pakati kwabantu abaninzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kubulela kuwe ebandleni elikhulu, Ebantwini abaninzi ndiya kukudumisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kubulela kuwe ebandleni elikhulu; Ndiya kukudumisa phakathi kwabantu abaninzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndokubonga phakathi kwebandla, ndikuncome esidlangalaleni.