Psalms 35:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bamba ikakana nekaka, upakamele ukundinceda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Qubula ikhaka nengweletshetshe, Usuk ume undincede.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thabathani ikhaka nekrele; lindani uncedo lwam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Qubula ikhaka lakho nesikrweqe sakho, undincede undilamlele.