Psalms 35:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bengateti uxolo; bayaqinga indawo zenkohliso ngakubo abazolileyo bomhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba abathethi luxolo; Bacinga amazwi enkohliso ngabanyhamnyhekileyo belizwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba abathethi luxolo, kodwa bashumayela ubuqhophololo kubantu abaseluxolweni elizweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bona abathethi ngemibandela yoxolo, koko bayila ubuxoki ngabathand' uxolo.