Psalms 36:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hai ukunqaba kwobubele bako, Tixo! ngako onyana babantu bopepela esitunzini samapiko ako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hayi, ixabiso lenceba yakho, Thixo! Oonyana babantu bazimela ngethunzi lamaphiko akho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hayi, ubukhulu benceba yakho, Thixo! ngenxa yoko oonyana babantu bakholose ngomthunzi wamaphiko akho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi izibele zakho, Thixo, ebantwini! Oonyana babantu bazimela phantsi kwephiko lakho.