Psalms 36:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba unawe umtombo wokudliwa kwobomi; sobona ukukanya kwa sekukanyeni kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba likuwe ithende lobomi; Ekukhanyeni kwakho sibona ukukhanya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba iqula lobomi likuwe; ekukhanyeni kwakho sobona ukukhanya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena ulithende lobomi; ngokhanyiso lwakho sibona ukukhanya.