Psalms 37:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Inkosi yona iya kumhleka; ngokuba ibona ukuba imini yake iyeza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
INkosi iyamhleka, Ngokuba ibona ukuba iyeza imini yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
iNkosi iya kumhleka, Ngokuba ibona ukuba iyeza imini yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uNdikhoyo usuka acubhuke yintsini, kuba uyazi yena ukuba imihla yamatshijolo selisongekile.