Psalms 37:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ingalo zabakohlakeleyo ziya kwapulwa; kanti uyehova uyabasekela abalungileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba iingalo zabangendawo ziya kwaphulwa; NguYehova umxhasi wamalungisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba izandla zabangendawo ziya kwaphulwa, kodwa uYehova umxhasi wamalungisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba uya kuzaphul' iimpondo uNdikhoyo izikrelemnqa, awenzelelele wona amalungisa.