Psalms 37:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba beya kuhla banqanyulwe njengenca; bobuna njengomfuno oluhlaza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba baya kusikwa kamsinyane njengengca, Babune njengohlaza oluphumayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba baya kusikwa kamsinyane njengengca, babune njengohlaza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakamsinya baya kubuna njengengca, bavuthuluke njengamagqabi.