Psalms 37:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenyaniso abatamsanqeliswa nguye bowufuya umhlaba; kanti abaqalekiswa nguye bonqanyulwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba abasikelelweyo nguye baya kulidla ilifa ilizwe, Banqanyulwe abatshabhisiweyo nguye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba abasikelelweyo nguye baya kulidla ilifa ihlabathi; nabo batsalwe nguye baya kunqunyulwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Boba zizima-mhlaba abo abathamsanqelayo uNdikhoyo, bagxothwe abo abaqalekisayo.