Psalms 37:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abalungileyo bowufuya umhlaba, bahlale ngonapakade pezu kwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amalungisa aya kulidla ilifa ilizwe, Ahlale kulo ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amalungisa aya kuwudla ilifa umhlaba aze ahlale kuwo ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amalungisa aya kuba zizima-mhlaba, ahlale ngoxolo kude kube nini.