Psalms 37:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa wadlula, bona ke, akaseko; ewe ndamfuna, kanti akafumaneki.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwadlula umntu, nanko engasekho; Ndamfuna, akafumaneka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafa, nanko engasekho; ndamfuna, akafunyanwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndaphinda ndadlula apho, ndabona lingasekho; ndalikhangela, andalifumana konke.