Psalms 37:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Qengqela pezu kwoyehova indlela yako; tembela kuye nokutemba, kwakuya kwenziwa nguye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yiyekele kuYehova indlela yakho, Ukholose ngaye;wokwenzela,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yiyekele kuYehova indlela yakho; ukholose ngaye kwakhona; kwaye uya kukwenza ukuba kwenzeke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zilahlele kuNdikhoyo, ukholose ngaye; yena ke wokwenzelelela.