Psalms 38:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba isinqe sam sizele kukutsha; akuko kupila enyameni yam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba kuyatshisa emihlubulweni yam, Akukho ndawo iphilileyo enyameni yam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba amanqe am azele bububi, Akukho mzimba uphilileyo enyameni yam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyapena-pena ziintlungu; andinampilo konke.