Psalms 40:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndiṙauliwe bububi bude bungabi nakubalwa; inkohlakalo zam zindibambile, ndide ndikohlwe kubona; zidlule inwele zentloko yam ngokuba zininzi: sendishiyiwe yintliziyo yam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba zindijikele izinto ezimbi, ezide azaba nakubalwa;Bundifikele ubugwenxa bam, andinakubukhangela; Buninzi kuneenwele zentloko yam; Ndimkelwe yintliziyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba ububi obungenakulinganiswa bundijikele; Buninzi kuneenwele zentloko yam; ke ngoko, intliziyo yam iyandilangazelela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zindivelela macal' onke iingxaki. Ndixakene nezono zam, azindiphi mtyhi konke. Nditsho ndatyhafa, kuba zininzi ngangeenwele zentloko yam.