Psalms 40:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mabadaniswe, bamatiswe kunye, abo bafuna ubomi bam ukuba babububise: mabanqandelwe ngomva, baviswe ihlazo, abo batanda ukwenzakala kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mabadane babe neentloni kuphele Abazungula umphefumlo wam ukuze bawuphephethe; Mababuye muva bahlazeke
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mabadane kunye, babe neentloni abazungula umphefumlo wam ukuze bawutshabalalise; Mababuye umva, babe neentloni abandenze into embi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mabadane badideke abandizondayo; mabarhoxe baphoxeke abazungula ukundenzakalisa.