Psalms 40:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa mna ndilihlwempu, ndingosweleyo; inkosi yondikumbulela noko: wena ungumncedi wam nomkululi wam; zungalibali, Tixo wam!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ke ndilusizana, ndilihlwempu; INkosi iya kundikhumbulela. Umncedi wam nomsindisi wam nguwe; Thixo wam, musa ukulibala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke mna ndilusizana, ndilihlwempu; Noko ke, uYehova undikhumbule: Umncedi wam noMsindisi wam nguwe; Thixo wam, musa ukulibala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke mna ndilihlwepu, ndiludwayi; awu, Nkosi, khawundivelele! Umncedi nomhlanguli wam nguwe; sukuba saphozisa maseko, Thixo wam!